13 Mar 2026
Related Experiences

Arts and culture

Food and wine
Related Places

Cape Town

Western Cape
Apha u Mnu Thamsanqa ubonakalisa amandla alento kuthiwa luthando. Ukuba apho luthe lwamiliselwa khona akekho onokuluncothula. Sesinye sezipho esanikwa umntu. Ukuba uzama ukohlula abo bathandanayo uzifaka engozini. Ufaka nabanye abantu kulengozi kuba ulwa nesipho esivela kuThixo. Kananjalo abanye bathi basebenzise isiko ukubonakalisa umahluko wezimvo kubantu abadala nesizukulwana esitsha. Kanti ke lento ilisiko liyabola, libeyityhefu, lingasebenzi kwezinye izinto. Uthi ke wena usakuhlakaza uvumbulule okokubola kungalungi njengoko enzile u Zwilakhe kwelibali libuhlungu kangakanana. School’s name to be provided when making a booking.
Kindly note Artscape provides wheelchair seating. You can book directly via this website but should you require assistance please call Artscape Dial-a-Seat on 021 421 76 95 who will assist with navigation and booking.
Important Notice: PAID PARKING FOR ARTSCAPE THEATRE
Secure parking is available for Artscape patrons at the Cape Town Civic Centre basement parking area. Access is via the Jan Smuts Street entrance at the times indicated below:
Operating hours
• Mondays to Fridays between 5 pm and 11 pm
• Saturdays, Sundays and public holidays during showtimes
Parking tariffs
Fee: R45.00
For more info, please contact dial-a-seat: 021 421 76 95

